ISityhilelo 12:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi olukhulu,+ ukuze abhabhe aye kwindawo yakhe entlango. Apho uza kondliwa ixesha namaxesha amabini nehafu yexesha,+ ekude kwinyoka.+
14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi olukhulu,+ ukuze abhabhe aye kwindawo yakhe entlango. Apho uza kondliwa ixesha namaxesha amabini nehafu yexesha,+ ekude kwinyoka.+