ISityhilelo 14:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Eso sixovulelo sewayini saxovulelwa ngaphandle kwesixeko, kwaza kwaphuma igazi kuso, laphakama laya kuthi gabhu ngemikhala yamahashe, laphuma ukuya kutsho kumgama oziitadiya eziyi-1 600.*
20 Eso sixovulelo sewayini saxovulelwa ngaphandle kwesixeko, kwaza kwaphuma igazi kuso, laphakama laya kuthi gabhu ngemikhala yamahashe, laphuma ukuya kutsho kumgama oziitadiya eziyi-1 600.*