ISityhilelo 17:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “Iimpondo ezilishumi ozibonileyo zimela ookumkani abalishumi abangekafumani bukumkani, kodwa bayalifumana igunya lokuba ngookumkani okwexeshana* kunye nerhamncwa.
12 “Iimpondo ezilishumi ozibonileyo zimela ookumkani abalishumi abangekafumani bukumkani, kodwa bayalifumana igunya lokuba ngookumkani okwexeshana* kunye nerhamncwa.