ISityhilelo 19:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 ukuze nitye inyama yookumkani, eyabaphathi-mikhosi, eyabantu abanamandla,+ eyamahashe nabakhweli bawo+ nenyama yabo bonke, abakhululekileyo namakhoboka, abancinci nabakhulu.”
18 ukuze nitye inyama yookumkani, eyabaphathi-mikhosi, eyabantu abanamandla,+ eyamahashe nabakhweli bawo+ nenyama yabo bonke, abakhululekileyo namakhoboka, abancinci nabakhulu.”