ISityhilelo 22:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Buza kuphela nobusuku,+ ibe awazukudinga sibane okanye kukhanya kwelanga, kuba uYehova* uThixo uza kuwakhanyisela,+ yaye aza kuba ngookumkani ngonaphakade kanaphakade.+ ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:5 IMboniselo,1/15/2012, iphe. 30
5 Buza kuphela nobusuku,+ ibe awazukudinga sibane okanye kukhanya kwelanga, kuba uYehova* uThixo uza kuwakhanyisela,+ yaye aza kuba ngookumkani ngonaphakade kanaphakade.+