Eksodus 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ekufikeni kwazo ekhaya kuRehuweli+ uyise wadanduluka wathi: “Kutheni nafika ngokukhawuleza kangaka nje ekhaya namhlanje?”
18 Ekufikeni kwazo ekhaya kuRehuweli+ uyise wadanduluka wathi: “Kutheni nafika ngokukhawuleza kangaka nje ekhaya namhlanje?”