-
Eksodus 26:37INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
37 Umkhusane lowo uze uwenzele iintsika zibe ntlanu ngomnga, uzaleke ngegolide. Izikhonkwane zazo zibe zezegolide. Yaye uze uzityhidele iziseko zobhedu zibe zihlanu.
-