Levitikus 8:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye nize ningaphumi emnyango wentente yokuhlangana imihla esixhenxe,+ kude kube ngumhla wokuzaliseka kwemihla yokumiselwa kwenu, kuba kuya kuthabatha imihla esixhenxe ukumiselwa kwenu.+
33 Yaye nize ningaphumi emnyango wentente yokuhlangana imihla esixhenxe,+ kude kube ngumhla wokuzaliseka kwemihla yokumiselwa kwenu, kuba kuya kuthabatha imihla esixhenxe ukumiselwa kwenu.+