Levitikus 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kungenxa yoko le nto ndithe koonyana bakaSirayeli: “Makungabikho namnye umphefumlo kuni odla igazi, nomphambukeli ophambukele phakathi kwenu+ makangalidli igazi.”+ Levitikus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:12 IMboniselo,6/15/2004, iphe. 15
12 Kungenxa yoko le nto ndithe koonyana bakaSirayeli: “Makungabikho namnye umphefumlo kuni odla igazi, nomphambukeli ophambukele phakathi kwenu+ makangalidli igazi.”+