38 Yaye ngaphambi komnquba ngasempuma, ngaphambi kwentente yokuhlangana ngasempumalanga, kwakumi inkampu kaMoses noAron noonyana bakhe, ababenembopheleleko yokunyamekela ingcwele,+ njengemfanelo yoonyana bakaSirayeli. Kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo wayebulawa.+