Numeri 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 waza oonyana bakaMerari wabanika iinqwelo ezine neenkomo ezisibhozo ngokwenkonzo yabo,+ esandleni sikaItamare unyana ka-Aron umbingeleli.+
8 waza oonyana bakaMerari wabanika iinqwelo ezine neenkomo ezisibhozo ngokwenkonzo yabo,+ esandleni sikaItamare unyana ka-Aron umbingeleli.+