Numeri 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngokuba bangabanikelweyo, banikelwe kum phakathi koonyana bakaSirayeli.+ Ndibathabathele kum, esikhundleni sabo bavula zonke izibeleko, onke amazibulo oonyana bakaSirayeli.+
16 Ngokuba bangabanikelweyo, banikelwe kum phakathi koonyana bakaSirayeli.+ Ndibathabathele kum, esikhundleni sabo bavula zonke izibeleko, onke amazibulo oonyana bakaSirayeli.+