Numeri 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Okokuqala emva koko abaLevi bangena ukuze baphumeze inkonzo yabo ententeni yokuhlangana phambi koAron noonyana bakhe.+ Kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses ngokuphathelele abaLevi, benjenjalo kubo.
22 Okokuqala emva koko abaLevi bangena ukuze baphumeze inkonzo yabo ententeni yokuhlangana phambi koAron noonyana bakhe.+ Kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses ngokuphathelele abaLevi, benjenjalo kubo.