Numeri 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaqhambuka umoya+ ovela kuYehova waza waqhuba izagwityi elwandle,+ wazithi saa enkampini, zaba ngangohambo lwemini ngapha, zaba ngangohambo lwemini ngaphaya, zajikeleza inkampu, zangangeekubhite ezimbini ukuphakama kwazo phezu komhlaba. Numeri ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:31 IMboniselo,9/1/2011, iphe. 14
31 Kwaqhambuka umoya+ ovela kuYehova waza waqhuba izagwityi elwandle,+ wazithi saa enkampini, zaba ngangohambo lwemini ngapha, zaba ngangohambo lwemini ngaphaya, zajikeleza inkampu, zangangeekubhite ezimbini ukuphakama kwazo phezu komhlaba.