Numeri 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ke, yonke indibano yathi mabagityiselwe ngamatye.+ Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova ententeni yokuhlangana kubo bonke oonyana bakaSirayeli.+
10 Kodwa ke, yonke indibano yathi mabagityiselwe ngamatye.+ Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova ententeni yokuhlangana kubo bonke oonyana bakaSirayeli.+