-
Numeri 16:47INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
47 Waluthabatha ke uAron ngoko nangoko, kanye njengoko uMoses wayethethile, wabalekela phakathi kwebandla; yaye, khangela! naso isibetho siqalile phakathi kwabantu. Ngoko wabeka isiqhumiso waza wabacamagushela abantu.
-