Numeri 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Emva koko wavuka uBhileham kusasa, wayifaka isali imazi yakhe ye-esile waza wahamba neenkosana ezo zakwaMowabhi.+
21 Emva koko wavuka uBhileham kusasa, wayifaka isali imazi yakhe ye-esile waza wahamba neenkosana ezo zakwaMowabhi.+