-
Numeri 22:24INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
24 Yema ingelosi kaYehova endleleni emxinwa phakathi kwezidiliya, iludonga lwamatye kweli cala yaye iludonga lwamatye nakweliya icala.
-