Numeri 22:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko wathi uBhileham kwingelosi kaYehova: “Ndonile,+ ngokuba bendingazi ukuba nguwe omi endleleni ukuze undihlangabeze. Ngoku, ukuba oku kubi emehlweni akho, ndivumele ndibuyele emva.”
34 Ngoko wathi uBhileham kwingelosi kaYehova: “Ndonile,+ ngokuba bendingazi ukuba nguwe omi endleleni ukuze undihlangabeze. Ngoku, ukuba oku kubi emehlweni akho, ndivumele ndibuyele emva.”