Numeri 22:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki.
35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki.