Numeri 33:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wenyuka uAron umbingeleli waya eNtabeni yeHore ngokomyalelo kaYehova waza wafela khona ngonyaka wamashumi amane wokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa, ngenyanga yesihlanu, ngolokuqala enyangeni leyo.+
38 Wenyuka uAron umbingeleli waya eNtabeni yeHore ngokomyalelo kaYehova waza wafela khona ngonyaka wamashumi amane wokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa, ngenyanga yesihlanu, ngolokuqala enyangeni leyo.+