Duteronomi 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke uYehova wasiyalela ukuba siyenze le miyalelo yonke,+ ukuba simoyike uYehova uThixo wethu ukuze kulunge kuthi ngamaxesha onke,+ size sihlale siphila njengokuba kunjalo namhla.+
24 Ngoko ke uYehova wasiyalela ukuba siyenze le miyalelo yonke,+ ukuba simoyike uYehova uThixo wethu ukuze kulunge kuthi ngamaxesha onke,+ size sihlale siphila njengokuba kunjalo namhla.+