Duteronomi 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Xa ithe indoda yanabafazi ababini, omnye ethandwa omnye ethiyiwe, baza bona, lowo uthandwayo nalowo uthiyiweyo, bayizalela oonyana, waza unyana wamazibulo waba ngowothiyiweyo,+
15 “Xa ithe indoda yanabafazi ababini, omnye ethandwa omnye ethiyiwe, baza bona, lowo uthandwayo nalowo uthiyiweyo, bayizalela oonyana, waza unyana wamazibulo waba ngowothiyiweyo,+