Nehemiya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku kwathi, kamsinya nje akuxelelwa uSanebhalati+ noTobhiya+ noGeshem+ umArabhiya+ nezinye iintshaba zethu ukuba ndibuye ndalwakha udonga+ nokuba akusalanga thuba (nangona kude kube ngelo xesha iingcango+ ndandingekazifaki emasangweni),+
6 Ke kaloku kwathi, kamsinya nje akuxelelwa uSanebhalati+ noTobhiya+ noGeshem+ umArabhiya+ nezinye iintshaba zethu ukuba ndibuye ndalwakha udonga+ nokuba akusalanga thuba (nangona kude kube ngelo xesha iingcango+ ndandingekazifaki emasangweni),+