Nehemiya 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba babebaninzi kwaYuda ababemfungele, kuba wayengumkhwenyana kaShekaniya unyana ka-Arahi;+ noYehohanan unyana wakhe wayethabathe intombi kaMeshulam+ unyana kaBherekiya.
18 Kuba babebaninzi kwaYuda ababemfungele, kuba wayengumkhwenyana kaShekaniya unyana ka-Arahi;+ noYehohanan unyana wakhe wayethabathe intombi kaMeshulam+ unyana kaBherekiya.