Nehemiya 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi kamsinya nje lwakuba lwakhiwe udonga kwakhona,+ kwaoko ndafaka iingcango.+ Kwandula ke kwamiselwa abagcini-masango+ neemvumi+ nabaLevi.+
7 Kwathi kamsinya nje lwakuba lwakhiwe udonga kwakhona,+ kwaoko ndafaka iingcango.+ Kwandula ke kwamiselwa abagcini-masango+ neemvumi+ nabaLevi.+