Nehemiya 7:63 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Yaye naba abababingeleli:+ oonyana bakaHabhaya, oonyana bakaHakotse,+ oonyana bakaBharzilayi,+ owathabatha umfazi kwiintombi zikaBharzilayi+ umGiliyadi waza wabizwa ngegama lazo.
63 Yaye naba abababingeleli:+ oonyana bakaHabhaya, oonyana bakaHakotse,+ oonyana bakaBharzilayi,+ owathabatha umfazi kwiintombi zikaBharzilayi+ umGiliyadi waza wabizwa ngegama lazo.