Nehemiya 7:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 ngaphandle kwamakhoboka+ abo namakhobokazana abo, aba bengamawaka asixhenxe anamakhulu mathathu anesixhenxe;+ kwaye babeneemvumi+ neemvumikazi+ ezingamakhulu amabini anamashumi mane anesihlanu. [
67 ngaphandle kwamakhoboka+ abo namakhobokazana abo, aba bengamawaka asixhenxe anamakhulu mathathu anesixhenxe;+ kwaye babeneemvumi+ neemvumikazi+ ezingamakhulu amabini anamashumi mane anesihlanu. [