Yobhi 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kamva kwafika imini yokuba oonyana boTHIXO oyinyaniso bangene ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova, kwanoSathana wangena phakathi kwabo ukuze eme endaweni yakhe phambi koYehova.+ Yobhi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:1 IMboniselo,3/15/2006, iphe. 13-14
2 Kamva kwafika imini yokuba oonyana boTHIXO oyinyaniso bangene ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova, kwanoSathana wangena phakathi kwabo ukuze eme endaweni yakhe phambi koYehova.+