Yobhi 19:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwanam endiya kuzibonela yena,+Namehlo am ngokuqinisekileyo aya kumbona, kodwa kungekhona owasemzini.Izintso zam ziphelelwe ngaphakathi kum.
27 Kwanam endiya kuzibonela yena,+Namehlo am ngokuqinisekileyo aya kumbona, kodwa kungekhona owasemzini.Izintso zam ziphelelwe ngaphakathi kum.