INdumiso 53:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Apho bazaliswa lunkwantyo olukhulu,+Apho kwakungqineke kungekho kunkwantya;+Kuba uThixo uya kuwachithachitha ngokuqinisekileyo amathambo akhe nabani na omisa inkampu nxamnye nawe.+Uya kubahlazisa ngokuqinisekileyo, kuba uYehova ubagatyile.+
5 Apho bazaliswa lunkwantyo olukhulu,+Apho kwakungqineke kungekho kunkwantya;+Kuba uThixo uya kuwachithachitha ngokuqinisekileyo amathambo akhe nabani na omisa inkampu nxamnye nawe.+Uya kubahlazisa ngokuqinisekileyo, kuba uYehova ubagatyile.+