INdumiso 91:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngeentsiba zakhe uya kuthintela kungasondeli nto kuwe,+Wena uya kusabela phantsi kwamaphiko akhe.+Inyaniso yakhe+ iya kuba likhaka elikhulu+ nesikhuselo. INdumiso ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 91:4 IMboniselo,10/1/2002, iphe. 12 11/15/2001, iphe. 17 6/15/2001, iphe. 26 4/15/2000, iphe. 7
4 Ngeentsiba zakhe uya kuthintela kungasondeli nto kuwe,+Wena uya kusabela phantsi kwamaphiko akhe.+Inyaniso yakhe+ iya kuba likhaka elikhulu+ nesikhuselo.