INdumiso 107:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Benyuka baye emazulwini,Bayehla baye emazantsi.Ngenxa yentlekele wona kanye umphefumlo wabo uzifumana unyibilika.+
26 Benyuka baye emazulwini,Bayehla baye emazantsi.Ngenxa yentlekele wona kanye umphefumlo wabo uzifumana unyibilika.+