26 ndaza ndafumanisa ukuba: Eyona nto ikrakra ngaphezu kokufa+ libhinqa elineminatha yokuzingela nelinentliziyo engumnatha orhuqwayo nelinezandla ezingamakhamandela.+ Ulungile phambi koTHIXO oyinyaniso lowo ulibalekayo, kodwa uyona lowo uthinjwa lilo.+