INgoma yazo iiNgoma 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Musani ukundikhangela ngenxa yokuba ndife mnyama, ngenxa yokuba nditshiswe lilanga. Oonyana bakamama baba nomsindo kum; bandimisela ukuba ngumgcini wezidiliya,+ nangona esam isidiliya ndingasigcinanga. INgoma yazo iiNgoma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:6 IMboniselo,1/15/2015, iphe. 32
6 Musani ukundikhangela ngenxa yokuba ndife mnyama, ngenxa yokuba nditshiswe lilanga. Oonyana bakamama baba nomsindo kum; bandimisela ukuba ngumgcini wezidiliya,+ nangona esam isidiliya ndingasigcinanga.