INgoma yazo iiNgoma 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ukuba akwazi, wena ungoyena uyinzwakazi phakathi kwamabhinqa,+ phuma uhambe ngemikhondo yomhlambi uze udlise amatakane eebhokhwe ngaseminqubeni yabelusi.”
8 “Ukuba akwazi, wena ungoyena uyinzwakazi phakathi kwamabhinqa,+ phuma uhambe ngemikhondo yomhlambi uze udlise amatakane eebhokhwe ngaseminqubeni yabelusi.”