INgoma yazo iiNgoma 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Mandivuke, ndize ndihambahambe esixekweni;+ ezitratweni nakwiindawo zembutho+ ndimfune lowo uthandwa ngumphefumlo wam. Ndamfuna, kodwa andamfumana.
2 Mandivuke, ndize ndihambahambe esixekweni;+ ezitratweni nakwiindawo zembutho+ ndimfune lowo uthandwa ngumphefumlo wam. Ndamfuna, kodwa andamfumana.