Isaya 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kungenxa yoko le nto zona kanye izibilini zam zixokozela kanye njengohadi ngenxa kaMowabhi,+ nomngaphakathi wam ngenxa yeKire-hareseti.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:11 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 193-194
11 Kungenxa yoko le nto zona kanye izibilini zam zixokozela kanye njengohadi ngenxa kaMowabhi,+ nomngaphakathi wam ngenxa yeKire-hareseti.+