Yeremiya 36:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngokubhekele phaya, ukumkani wayalela uYerameli unyana kakumkani noSeraya unyana ka-Azriyeli noShelemiya unyana ka-Abhedeli ukuba baye kuthabatha uBharuki unobhala noYeremiya umprofeti.+ Kodwa uYehova wabagcina befihlakele.+
26 Ngokubhekele phaya, ukumkani wayalela uYerameli unyana kakumkani noSeraya unyana ka-Azriyeli noShelemiya unyana ka-Abhedeli ukuba baye kuthabatha uBharuki unobhala noYeremiya umprofeti.+ Kodwa uYehova wabagcina befihlakele.+