Yeremiya 41:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekuhambeni kwexesha uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni+ ezazikunye naye babuva bonke ububi obabenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya.
11 Ekuhambeni kwexesha uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni+ ezazikunye naye babuva bonke ububi obabenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya.