-
Yeremiya 41:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
13 Bathi ke bonke abantu ababenoIshmayeli bakumbona uYohanan unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni ezazikunye naye, baba nemihlali.
-