Yeremiya 42:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko wabiza uYohanan unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni ezazikunye naye nabo bonke abantu, ukususela koyena mncinane ukusa koyena mkhulu;+
8 Ngoko wabiza uYohanan unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni ezazikunye naye nabo bonke abantu, ukususela koyena mncinane ukusa koyena mkhulu;+