Yeremiya 46:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 IYiputa inyuka kanye njengoMlambo umNayile,+ nanjengemilambo enamanzi alatyuzayo.+ Kwaye ithi, ‘Ndiya kunyuka. Ndiya kugubungela umhlaba. Ndiya kukulungela ukusitshabalalisa isixeko nabo bangabemi kuso.’+
8 IYiputa inyuka kanye njengoMlambo umNayile,+ nanjengemilambo enamanzi alatyuzayo.+ Kwaye ithi, ‘Ndiya kunyuka. Ndiya kugubungela umhlaba. Ndiya kukulungela ukusitshabalalisa isixeko nabo bangabemi kuso.’+