Yeremiya 48:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Akazange na noSirayeli abe sisigculelo kuwe?+ Okanye wafumaneka phakathi kwamasela aziwayo na?+ Kuba wawuhlunguzela intloko ngokufuthi kangangoko wawuthetha ngaye.
27 “‘Akazange na noSirayeli abe sisigculelo kuwe?+ Okanye wafumaneka phakathi kwamasela aziwayo na?+ Kuba wawuhlunguzela intloko ngokufuthi kangangoko wawuthetha ngaye.