Yeremiya 48:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Isukile imihlali novuyo kwibhoma nakwilizwe lakwaMowabhi.+ Ndiyiphelisile iwayini kwizixovulelo zewayini.+ Akukho bani uya kuxovula ekhwaza. Ukukhwaza akuyi kuba kukukhwaza.’”+
33 Isukile imihlali novuyo kwibhoma nakwilizwe lakwaMowabhi.+ Ndiyiphelisile iwayini kwizixovulelo zewayini.+ Akukho bani uya kuxovula ekhwaza. Ukukhwaza akuyi kuba kukukhwaza.’”+