Yeremiya 50:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kuba nahlala ninemihlali,+ nagcoba xa naniphanga ilifa lam.+ Nanidloba njengethokazi elisengceni ethambileyo,+ yaye nasuka nakhala njengeenkunzi zamahashe.+
11 “Kuba nahlala ninemihlali,+ nagcoba xa naniphanga ilifa lam.+ Nanidloba njengethokazi elisengceni ethambileyo,+ yaye nasuka nakhala njengeenkunzi zamahashe.+