Footnote
b Incwadi ethi Ukwenza Ubomi Bentsapho Yakho Bonwabe iyakuxubusha oku nezinye iinkalo ezininzi zokukhulisa umntwana ngendlela efanelekileyo nezobomi bentsapho. Unokuyifuna kubantu abakuzisela eli phephancwadi okanye kubapapashi bayo kwiikhelingi ezifumaneka kwiphepha 5.