Footnote
b Inxalenye yesi sibhalo ithi, ngokutsho kweNew American Bible yamaKatolika: “Mna ndithi kuwe, ‘uliLitye,’ ndiya kuyakhela phezu kweli litye icawa yam . . . Nantoni na othi mayibotshwe emhlabeni iya kubotshwa emazulwini; nantoni na othi mayikhululwe emhlabeni iya kukhululwa emazulwini.”—Bona ibhokisi, kwiphepha 17.