Footnote
a Kuphawuleka ukuba isifundiswa umpostile uPawulos sakhetha ukuzixhasa kubulungiseleli baso ngokwenza iintente, msebenzi lowo esisenokuba sawufunda kuyise. Ukwenza iintente kwakungumsebenzi onzima. Zazisenziwa ngelaphu elenziwe ngoboya bebhokhwe, elibizwa ngokuba yicilicium, elaliqinile yaye lilushica, nto leyo eyayisenza kube nzima ukulisika okanye ukulithunga.—IZenzo 18:1-3; 22:3; Filipi 3:7, 8.