Footnote
b Ibinzana elithi “ezakhiwa ngokukhawuleza” libhekisela kwinkqubo elungelelaniswe kakuhle yokwakha eyaveliswa ngamaNgqina kaYehova. Abasebenzi bokuzithandela abasebenza kwezi zakhiwo abahlawulwa; banikela ngesisa ngexesha nezinto abanazo. Nyaka ngamnye eUnited States kwakhiwa iiHolo zoBukumkani ezintsha ezimalunga nama-200, ibe ezinye ezingama-200 ziyahlaziywa kusetyenziswa kwale nkqubo.